Road pt.2: HOME - XHOSA LYRICS
*Translation by Salizwa (IG@salizwamakiza)Kwamanye amaxesha, xasilahlekile
Sisezindaweni ezahlukahlukene
Kwenza kube lula ukukba silibale imini zethu zokuvuya
Kwaye ngamanye amaxesha sicinga xa siqhubeka
Unako ukugcina amehlo ethu kwinto esiyifunayo ngokwenene
Kodwa sendilahlekelwe yindlela yokugoduka?
Kodwa sisavumelene ngent'wenye
Apho ukhoyo
Noba amaphupho akho esetshintshile
Izinto zingahambi ngendlela yakho
Noba izindlela
Zigcwele ubuhlungu
Zakonzakalisa ngamahloni
Jongisisa kakuhle
Uzayifumuna yokwazi
Ukukba izindlela zanzelwe
Ukubuyela ekhaya
Xa sicinga ukukba izinhliziyo zethu zizobetha ngendlela ehlukileyo
Ngenxa lexesha elidlulileyo ngaphakathi kwethu
Uthando nethemba lihlala linjalo
Impilo inobuhkungu nokuvuya
Kodwa ndikhona
Khumbula, ukuqina kwakho kufika nezinyembezi
Kodwa sisavumelene ngento enye
Apho ukhoyo
Noba amaphupho akho esetshintshile
Izinto zingahambi ngendlela yakho
Noba izindlela
Zigcwele ubuhlungu
Zakonzakalisa ngamahloni
Jongisisa kakuhle
Uzayifumuna yokwazi
Ukukba izindela zanzelwe
Ukubuyela ekhaya
Ukubuyela ekhaya
Sukuncama
Ikhona indlela yokubuyela ekhaya
Apho ukhoyo
Noba amaphupho akho esetshintshile
Izinto zingahambi ngendlela yakho
Noba izindlela
Zigcwele ubuhlungu
Zakonzakalisa ngamahloni
Jongisisa kakuhle
Uzayifumuna yokwazi
Ukukba izindela zanzelwe
Ukukba awuhambe wedwa
Buyela ekhaya
Buyela ekhaya
Buyela ekhaya